Amachaphaza emvula

Amachaphaza emvula Chapha chapha chapha Imanz’ ilokhwe yam Chapha chapha chapha Imanzi ilokhwe yam Imvula, imvula Dum dum! Kuyaduduma Dum dum kuyaduduma Imanz’ ilokhwe yam, Imanz’ ilokhwe yam.

In collaboration with

Standard Bank Logo